IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb21 Julayi iphe. 6
  • Imigaqo Esetyenziswayo Ukuze Kugwetywe Ngobulungisa

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Imigaqo Esetyenziswayo Ukuze Kugwetywe Ngobulungisa
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2021
  • Amanqaku Afanayo
  • UMthetho Wawubonisa Ukuba UYehova Uwakhathalele Amahlwempu
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2021
  • Indlela UYehova Afuna Ukukhonzwa Ngayo
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2021
  • UMthetho Wawubonisa Ukuba UYehova Ubakhathalele Abafazi
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2021
  • IMithetho KaYehova Ilungile Ibe Inobulumko
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2021
Khangela Okunye
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2021
mwb21 Julayi iphe. 6
UMoses umamele kakuhle indoda nomfazi njengoko becacisa into eyenzekileyo. Enye indoda imamele.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Imigaqo Esetyenziswayo Ukuze Kugwetywe Ngobulungisa

Ungabi namkhethe (Dut 16:18, 19; it-1-E 343 ¶5)

Zama ukwazi ukuba kwenzeke ntoni kanye kanye (Dut 17:4-6; it-2-E 511 ¶7)

Cela uncedo xa kukho ityala ekunzima ukuligweba (Dut 17:8, 9; it-2-E 685 ¶6)

Abadala bafanele baqiniseke ukuba bayayisebenzisa le migaqo ukuze benze izigqibo xa kukho umntu owenze into embi ebandleni.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share