IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb21 Julayi iphe. 13
  • Izinto Ezidaliweyo Zibonisa Ukuba UThixo Uyasithanda

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Izinto Ezidaliweyo Zibonisa Ukuba UThixo Uyasithanda
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2021
  • Amanqaku Afanayo
  • Unokufunda Nezinye Izinto NgoYehova Kwindalo
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Efundwayo)—2023
  • Fundisa Abantwana Bakho NgoYehova Kwindalo
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Efundwayo)—2023
  • Ngaba Izinto Zadalwa Okanye Zazivelela?—Inxalenye 3: Kutheni Umele Ukholelwe Ukuba Izinto Zadalwa?
    Ulutsha Luyabuza
  • The Wonders of Creation Reveal God’s Glory
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2012
Khangela Okunye
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2021
mwb21 Julayi iphe. 13
Utata ubonisa unyana wakhe intaka ehleli emthini njengoko beshumayela kwindlu ngendlu.

Ekubeni uYehova esibonise indlela asithanda ngayo kwizinto azidalileyo, nathi simele siqiniseke ukuba uza kusisikelela ngezinto esizenzayo ukuze simkhonze

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Izinto Ezidaliweyo Zibonisa Ukuba UThixo Uyasithanda

Kusenokuba lula ukuxakeka zizinto zethu side singabinalo nexesha lokucinga ngendlela indalo esibonisa ngayo ukuba uYehova uyasithanda kwaye unobubele. Kodwa uYesu usikhuthaza ukuba sibuke indalo size sijonge ukuba isifundisa ntoni ngoYehova.​—Mat 6:25, 26.

BUKELA IVIDIYO ETHI IZINTO EZIDALIWEYO ZENZA KUCACE UKUBA UYEHOVA UYASITHANDA, UZE UPHENDULE LE MIBUZO:

Yintoni oyifundileyo ngendlela uYehova asithanda ngayo . . .

  • kwizinto umhlaba owenziwe ngazo?

  • kwiigesi ezisemhlabeni wonke?

  • kwingca?

  • kwindlela izilwanyana ezenziwe ngayo?

  • kwizinto ezisinceda sive, sibone, size singcamle?

  • kwingqondo yethu?

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share