UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
UYehova Uyawalwela AmaSirayeli
Ookumkani abahlanu badibana ukuze balwe neGibheyon noSirayeli (Yos 10:5; it-1-E 50)
UYehova walwa nookumkani abahlanu bama-Amori (Yos 10:10, 11; it-1-E 1020)
UYehova wenza ukuba ilanga lime ngxi (Yos 10:12-14; w04 12/1 11 ¶1)
Xa sitshutshiswa, siye sithembele kuYehova ukuba uza kusinceda sihlale sinyanisekile. Xa esinceda uYehova, akakho urhulumente onokusiyekisa ukuba simkhonze.