IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb23 Matshi iphe. 7
  • “Khusela Intliziyo Yakho”

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • “Khusela Intliziyo Yakho”
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2023
  • Amanqaku Afanayo
  • Izigqibo Ezibonisa Ukuba Siyamthemba UYehova
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2023
  • Fumana Iimpendulo Zale Mibuzo
    Ucwangciso LweNdibano Yesiphaluka Ka-2025-2026—Kunye Nommeli Wesebe
  • Fumana Iimpendulo Zale Mibuzo
    Ucwangciso Lwendibano Yesiphaluka Kunye Nomveleli Wesiphaluka Ka-2025-2026
  • Ukukhangela Ubulumko Ngokufunda IBhayibhile Yonke Imihla
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2023
Khangela Okunye
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2023
mwb23 Matshi iphe. 7

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

“Khusela Intliziyo Yakho”

UYehova waphefumlela uSolomon ukuba abhale athi: “Ngaphezu kwazo zonke ezinye izinto ozikhuselayo, khusela intliziyo yakho.” (IMi 4:23) Kodwa okubuhlungu kukuba amaSirayeli ayeka ukuhamba phambi kukaYehova ‘ngentliziyo yawo yonke.’ (2Kr 6:14) Kwanokumkani uSolomon wavumela abafazi bakhe bezinye iintlanga ukuba balahlekise intliziyo yakhe, loo nto yenza wakhonza abanye oothixo. (1Ku 11:4) Ungayikhusela njani intliziyo yakho? Lalithetha ngaloo nto inqaku elifundwayo leMboniselo kaJanuwari 2019, iphepha 14-19.

BUKELA IVIDIYO ETHI IZINTO ESIZIFUNDA KWIMBONISELO—UNGAYIKHUSELA NJANI INTLIZIYO YAKHO? UZE UPHENDULE LE MIBUZO:

Ziintoni ezazisenokwenza la maKristu aphelelwe lukholo, ibe eli nqaku leMboniselo libancede njani bakhusela iintliziyo zabo?

  • Umfanekiso okwividiyo ethi “Izinto Esizifunda KwiMboniselo—Ungayikhusela Njani Intliziyo Yakho?” UBrent noLauren babalisa ngento eyenzeka kubo.

    UBrent noLauren

  • Umfanekiso okwividiyo ethi “Izinto Esizifunda KwiMboniselo—Ungayikhusela Njani Intliziyo Yakho?” U-Umjay ujonga iphepha elinezindlu ezinkulu ezithengiswayo.

    U-Umjay

  • Umfanekiso okwividiyo ethi “Izinto Esizifunda KwiMboniselo—Ungayikhusela Njani Intliziyo Yakho?” UHappy ubalisa into eyenzeka kuye.

    UHappy Layou

Eli nqaku leMboniselo likuncede njani?

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share