IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb23 Meyi iphe. 9
  • UYehova “Ngutata Wabangenatata”

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • UYehova “Ngutata Wabangenatata”
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2023
  • Amanqaku Afanayo
  • Izigqibo Ezibonisa Ukuba Siyamthemba UYehova
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2023
  • Sebenzisa Imigaqo YeBhayibhile Ukuze Uncede Abantwana Bakho Baphumelele
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2023
  • Fumana Iimpendulo Zale Mibuzo
    Ucwangciso Lwendibano Yesiphaluka Kunye Nomveleli Wesiphaluka Ka-2025-2026
  • ‘Zikhetheleni Ukuba Ngubani Eniza Kumkhonza’
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Efundwayo)—2025
Khangela Okunye
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2023
mwb23 Meyi iphe. 9
Umzalwana osemtsha okumfanekiso wenqaku elithi “Ungamkhonza UYehova Nokuba Abazali Bakho Abamkhonzi” usentsimini, uncokola nomzalwana onobuhlobo obuqinileyo noYehova.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

UYehova “Ngutata Wabangenatata”

Qho ngonyaka, abantu abaninzi abasebatsha baba ngabahlobo bakaYehova. (Nd 110:3) UYehova ukhathalele mntu ngamnye kuni. Uyabuqonda ubunzima ojongene nabo, ibe uthembisa ukuba uza kukunceda umkhonze. Ukuba ukhuliswa ngumzali omnye, hlala ukhumbula ukuba uYehova “ngutata wabangenatata.” (Nd 68:5) Uqeqesho oluvela kuYehova lunokukunceda uhlale umkhonza noba injani imeko yakowenu.​—1Pe 5:10.

Umfanekiso okwividiyo ethi “Abantu Abalulwela Ngokuphumelelayo Ukholo—Abo Bakhuliswe Ngumzali Omnye.” UTammy Ludlow.

BUKELA IVIDIYO ETHI ABANTU ABALULWELA NGOKUPHUMELELAYO UKHOLO—ABO BAKHULISWE NGUMZALI OMNYE, UZE UPHENDULE LE MIBUZO:

  • Sifunda ntoni kumzekelo kaTammy, uCharles noJimmy?

  • Abo bakhuliswa ngumzali omnye, sesiphi isithembiso abasifumana kwiNdumiso 27:10?

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share