IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb23 Septemba iphe. 9
  • Ziphephe Iindaba Ezingeyonyani

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ziphephe Iindaba Ezingeyonyani
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2023
  • Amanqaku Afanayo
  • Ungafani NoElifazi Xa Uthuthuzela
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2023
  • Zixhathise Iingcinga Eziphosakeleyo!
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2005
  • “Andizukuyeka Ukuba Msulwa”
    Xelisa Ukholo Lwabo
  • UYobhi Wanyamezela—Nathi Sinako!
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1994
Khangela Okunye
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2023
mwb23 Septemba iphe. 9

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Ziphephe Iindaba Ezingeyonyani

Abantu babenokucinga ukuba izinto ezazithethwa nguElifazi zaziyinyani kuba wayemdala futhi enobulumko (Yob 4:1; it-1-E 713 ¶11)

Izinto awazithethayo kuYobhi ezityhafisayo zazibonisa ukuba usetyenziswa ziidemon (Yob 4:14-16; w05 9/15 26 ¶2)

Ezinye izinto uElifazi awazithethayo zaziyinyani kodwa wazisebenzisa ngendlela engachananga (Yob 4:19; w10 2/15 19 ¶5-6)

Umzalwana ujonge ifowuni yakhe.

Ihlabathi likaSathana lisaqhubeka lisasaza ubuxoki obenzakalisayo.

KHAWUZIBUZE, ‘Ngaba ndithatha ixesha elaneleyo ukuze ndibone ukuba iindaba endizifundayo ziyinyani na?’​—mrt 32 ¶13-17.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share