IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb23 Novemba iphe. 2
  • “Ukuba Umntu Uyafa, Angaphinda Aphile Na?”

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • “Ukuba Umntu Uyafa, Angaphinda Aphile Na?”
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2023
  • Amanqaku Afanayo
  • Uthando LukaThixo Olungagungqiyo Luyasikhusela Kubuxoki BukaSathana
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2023
  • UYehova Usebenzisa Abafazi Ababini Ukuze Asindise Abantu Bakhe
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2021
  • Wayebuxabisa Ubulumko
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2023
  • Dumisa UYehova Ngenxa Yobulumko Bakhe
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2022
Khangela Okunye
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2023
mwb23 Novemba iphe. 2

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

“Ukuba Umntu Uyafa, Angaphinda Aphile Na?”

Abantu abanawo amandla okuphelisa ukufa nokubuyisela ubomi (Yob 14:1, 2, 4, 10; w99 10/15 3 ¶1-3)

Abo baswelekileyo bangaphinda baphile kwakhona (Yob 14:7-9; w15 4/15 32 ¶1-2)

UYehova unamandla okubavusa abakhonzi bakhe futhi ukufuna ngamandla ukubavusa (Yob 14:14, 15; w11 3/1 22 ¶5)

Imifanekiso: 1. Isikhondo somthi esiphuma amasebe. 2. Umama wamkela intombi yakhe evusiweyo eParadesi.

KHAWUCINGE NGALE NTO: Kutheni uYehova ekufuna ukuvusa abakhonzi bakhe abathembekileyo? Ikwenza uzive njani loo nto ngoYehova?

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share