IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb23 Novemba iphe. 11
  • Kudibana Njani Ukuthembeka Nezinto Esizicingayo?

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Kudibana Njani Ukuthembeka Nezinto Esizicingayo?
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2023
  • Amanqaku Afanayo
  • Izigqibo Ezibonisa Ukuba Siyamthemba UYehova
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2023
  • Fumana Iimpendulo Zale Mibuzo
    Ucwangciso Lwendibano Yesiphaluka Kunye Nomveleli Wesiphaluka Ka-2025-2026
  • Fumana Iimpendulo Zale Mibuzo
    Ucwangciso LweNdibano Yesiphaluka Ka-2025-2026—Kunye Nommeli Wesebe
  • Khawuzihlole
    Zimisele Ukufunda Nokufundisa
Khangela Okunye
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2023
mwb23 Novemba iphe. 11
Udade uqwalasele into engaphandle kwefestile anelisekile.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Kudibana Njani Ukuthembeka Nezinto Esizicingayo?

Ukuthembeka kwethu akubonakali kwizinto esizithethayo qha kodwa kubonakala nakwizinto esizicingayo. (Nd 19:14) Ngoko ke, iBhayibhile isikhuthaza ukuba sihlale sicinga ngezinto eziyinyaniso, ezibalulekileyo, ezibubulungisa, ezicocekileyo, ezithandekayo, ekuthethwa kakuhle ngazo, ezinesidima, nezinto ezincomekayo. (Fil 4:8) Siyaqonda ukuba asinakukwazi ukuziphepha iingcinga ezimbi ukuba zingathi qatha ezingqondweni zethu. Kodwa ke ukuzibamba kungasinceda siyikhuphe loo ngcinga imbi size sicinge ngezinto ezilungileyo. Ukuhlala sithembekile kwizinto esizicingayo kusinceda sihlale sithembekile nakwizinto esizenzayo.​—Mar 7:21-23.

Ezantsi kwezi zibhalo zilandelayo, bhala phantsi indlela yokucinga ekufuneka siyiphephe:

Rom 12:3

Luk 12:15

Mat 5:28

Fil 3:13

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share