IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ijwbq inqa. 28
  • Kutheni Sithandaza Egameni LikaYesu?

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Kutheni Sithandaza Egameni LikaYesu?
  • Imibuzo YeBhayibhile Iyaphendulwa
  • Amanqaku Afanayo
  • Ngaba Sifanele Sithandaze KuYesu?
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2015
  • Ngaba Ufanele Uthandaze KuYesu?
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1994
  • Kutheni Sifanele Sithandaze Egameni LikaYesu?
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2008
  • “Indlela Nenyaniso Nobomi”
    ‘Yiba Ngumlandeli Wam’
Khangela Okunye
Imibuzo YeBhayibhile Iyaphendulwa
ijwbq inqa. 28

Imibuzo YeBhayibhile Iyaphendulwa / Umthandazo / Kutheni Sithandaza Egameni LikaYesu?

Impendulo yeBhayibhile

Kufuneka sithandaze kuThixo egameni likaYesu ngenxa yokuba le yekuphela kwendlela ayamkelayo uThixo xa sithandaza Kuye. UYesu wathi: “Ndim indlela nenyaniso nobomi. Akukho bani uzayo kuBawo ngaphandle kokuza ngam.” (Yohane 14:6) Kwakhona wabaxelela oku abapostile bakhe abathembekileyo: “Inene, inene, ndithi kuni, ukuba nicela nantoni na kuBawo uya kuninika yona egameni lam.”—Yohane 16:23.

Izizathu ezingakumbi zokuba sithandaze egameni likaYesu

  • Sinentlonelo ngoYesu nangoYise, uYehova uThixo.—Filipi 2:9-11.

  • Sibonisa ukuba siyakuxabisa ukufa kukaYesu njengoncedo lukaThixo.—Mateyu 20:28; IZenzo 4:12.

  • Siyayixabisa indima ekhethekileyo edlalwa nguYesu yokuba “nguMlamli” phakathi kukaThixo nabantu.—Hebhere 7:25.

  • Siyayihlonela inkonzo kaYesu yokuba nguMbingeleli Omkhulu onokusinceda samkeleke kuThixo.—Hebhere 4:14-16.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share