Genesis 35:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 35 Emva koko uThixo wathi kuYakobi: “Phakama uye eBheteli,+ uhlale khona. Uze umenzele isibingelelo apho uThixo wokwenene owabonakala kuwe xa wawubaleka uEsawu umntakwenu.”+
35 Emva koko uThixo wathi kuYakobi: “Phakama uye eBheteli,+ uhlale khona. Uze umenzele isibingelelo apho uThixo wokwenene owabonakala kuwe xa wawubaleka uEsawu umntakwenu.”+