Genesis 38:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Wathi cebu endleleni waya kuye, wathi: “Khawundivumele ndabelane nawe ngesondo,” kuba wayengazi ukuba ngumolokazana wakhe.+ Yena wathi: “Uza kundinika ntoni ngokwabelana nam ngesondo?” Genesis ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 38:16 IMboniselo,1/15/2004, iphe. 30
16 Wathi cebu endleleni waya kuye, wathi: “Khawundivumele ndabelane nawe ngesondo,” kuba wayengazi ukuba ngumolokazana wakhe.+ Yena wathi: “Uza kundinika ntoni ngokwabelana nam ngesondo?”