Genesis 41:56 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 56 Le ndlala yabakho emhlabeni wonke.+ Emva koko uYosefu wabavula bonke oovimba bokutya okuziinkozo waza wathengisela amaYiputa,+ kuba indlala yayiqatsele elizweni laseYiputa.
56 Le ndlala yabakho emhlabeni wonke.+ Emva koko uYosefu wabavula bonke oovimba bokutya okuziinkozo waza wathengisela amaYiputa,+ kuba indlala yayiqatsele elizweni laseYiputa.