Genesis 42:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Uthe nje uYosefu akubabona abantakwabo wabazi, kodwa wabafihlela ukuba ungubani.+ Wathetha rhabaxa nabo, wathi: “Nivela phi?” Bona bathi: “Sivela kwilizwe lakwaKanan. Sizokuthenga ukutya.”+
7 Uthe nje uYosefu akubabona abantakwabo wabazi, kodwa wabafihlela ukuba ungubani.+ Wathetha rhabaxa nabo, wathi: “Nivela phi?” Bona bathi: “Sivela kwilizwe lakwaKanan. Sizokuthenga ukutya.”+