Genesis 42:38 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 38 UYakobi wathi: “Anizukuhla nonyana wam, kuba umntakwabo wafa kwaye sele kushiyeke yena yedwa.+ Ukuba unokwehlelwa yingozi endleleni aze afe, ngokuqinisekileyo niza kuzihlisela engcwabeni*+ izimvi zam ndisentlungwini.”+
38 UYakobi wathi: “Anizukuhla nonyana wam, kuba umntakwabo wafa kwaye sele kushiyeke yena yedwa.+ Ukuba unokwehlelwa yingozi endleleni aze afe, ngokuqinisekileyo niza kuzihlisela engcwabeni*+ izimvi zam ndisentlungwini.”+