-
Genesis 45:27IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
27 Bathi bakumxelela yonke into eyayithethwe nguYosefu, wabona neenqwelo awayezithumele ukuba zizokumthatha, watsho waziva ngcono.
-