Genesis 47:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Emva koko bathi: “Size kuhlala njengabantu basemzini kweli lizwe,+ kuba izicaka zakho azinawo amadlelo omhlambi, kuba indlala iqatha kwilizwe lakwaKanan.+ Ngoko sicela uzivumele izicaka zakho zihlale kumhlaba waseGoshen.”+
4 Emva koko bathi: “Size kuhlala njengabantu basemzini kweli lizwe,+ kuba izicaka zakho azinawo amadlelo omhlambi, kuba indlala iqatha kwilizwe lakwaKanan.+ Ngoko sicela uzivumele izicaka zakho zihlale kumhlaba waseGoshen.”+