Genesis 47:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Ngoko uYosefu wamhlalisa utata wakhe nabantakwabo kwilizwe laseYiputa, wabanika umhlaba kweyona ndawo intle yelo lizwe, kummandla waseRameses,+ kanye njengokuba uFaro wayetshilo.
11 Ngoko uYosefu wamhlalisa utata wakhe nabantakwabo kwilizwe laseYiputa, wabanika umhlaba kweyona ndawo intle yelo lizwe, kummandla waseRameses,+ kanye njengokuba uFaro wayetshilo.