Genesis 49:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Uqalekisiwe umsindo wabo kuba ukhohlakele, nokubhabhama komsindo wabo kuba kungqwabalala.+ Ndiza kubasasaza kwaYakobi ndize ndibachithachithe kwaSirayeli.+
7 Uqalekisiwe umsindo wabo kuba ukhohlakele, nokubhabhama komsindo wabo kuba kungqwabalala.+ Ndiza kubasasaza kwaYakobi ndize ndibachithachithe kwaSirayeli.+