Genesis 49:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Sekunjalo isaphetha sakhe sasihleli silungile+ nezandla zakhe zomelele kwaye zitola ngokukhawuleza.+ Le nto yayisuka kwizandla zalowo unamandla kaYakobi, kumalusi, kwilitye likaSirayeli.
24 Sekunjalo isaphetha sakhe sasihleli silungile+ nezandla zakhe zomelele kwaye zitola ngokukhawuleza.+ Le nto yayisuka kwizandla zalowo unamandla kaYakobi, kumalusi, kwilitye likaSirayeli.