Genesis 50:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Bamthwalela kwilizwe lakwaKanan baza bamngcwaba kumqolomba wentsimi yaseMakaphela, ephambi kweMamre. Le ntsimi yathengwa nguAbraham kuEfron umHiti, ukuze ibe yindawo yokungcwaba.+
13 Bamthwalela kwilizwe lakwaKanan baza bamngcwaba kumqolomba wentsimi yaseMakaphela, ephambi kweMamre. Le ntsimi yathengwa nguAbraham kuEfron umHiti, ukuze ibe yindawo yokungcwaba.+