Genesis 50:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Ngoko uYosefu wabafungisa oonyana bakaSirayeli wathi: “Ngokuqinisekileyo uThixo uza kuninceda. Nize nihambe namathambo am xa nihamba apha.”+ Genesis ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 50:25 IMboniselo,6/1/2007, iphe. 28
25 Ngoko uYosefu wabafungisa oonyana bakaSirayeli wathi: “Ngokuqinisekileyo uThixo uza kuninceda. Nize nihambe namathambo am xa nihamba apha.”+