-
Genesis 24:61IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
61 Emva koko uRebheka nezicakakazi zakhe baphakama, bakhwela ezinkameleni, balandela loo ndoda. Ngoko isicaka sika-Abraham samthatha uRebheka saza sangena endleleni.
-