Genesis 28:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Ndinawe yaye ndiza kukukhusela naphi na apho uya khona, kwaye ndiza kukubuyisela kweli lizwe.+ Andizukukushiya de ndiyenze into endikuthembise yona.”+ Genesis ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 28:15 IMboniselo,3/15/2013, iphe. 21
15 Ndinawe yaye ndiza kukukhusela naphi na apho uya khona, kwaye ndiza kukubuyisela kweli lizwe.+ Andizukukushiya de ndiyenze into endikuthembise yona.”+