Eksodus 1:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Aqhama amaSirayeli,* anda aba maninzi kakhulu. Aqhubeka ephinda-phindeka yaye esiba namandla kakhulu ngokungaqhelekanga, kangangokuba ilizwe lagcwala ngawo.+
7 Aqhama amaSirayeli,* anda aba maninzi kakhulu. Aqhubeka ephinda-phindeka yaye esiba namandla kakhulu ngokungaqhelekanga, kangangokuba ilizwe lagcwala ngawo.+