Eksodus 2:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Xa wayengasakwazi ukumfihla,+ wathatha ibhaskithi* eyenziwe ngompapiri, wayityabeka ngebhitumene nangetha. Wamfaka kuyo umntwana waza wayifaka phakathi kweengcongolo zoMlambo UmNayile, ngaseludongeni. Eksodus ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 2:3 IMboniselo,6/15/2002, iphe. 9
3 Xa wayengasakwazi ukumfihla,+ wathatha ibhaskithi* eyenziwe ngompapiri, wayityabeka ngebhitumene nangetha. Wamfaka kuyo umntwana waza wayifaka phakathi kweengcongolo zoMlambo UmNayile, ngaseludongeni.