Eksodus 2:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Kamva yazala unyana, waza uMoses wamthiya igama elinguGershom,*+ kuba wathi: “Ndingumntu wasemzini kwilizwe lasemzini.”+
22 Kamva yazala unyana, waza uMoses wamthiya igama elinguGershom,*+ kuba wathi: “Ndingumntu wasemzini kwilizwe lasemzini.”+