Eksodus 2:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Emva kwexesha elide,* wafa ukumkani waseYiputa,+ kodwa amaSirayeli aqhubeka encwina ngenxa yokukhotyokiswa kwawo, yaye ekhala ebuhlungu. UThixo wokwenene wakuva ukukhalela kwawo uncedo ngenxa yokukhotyokiswa kwawo.+
23 Emva kwexesha elide,* wafa ukumkani waseYiputa,+ kodwa amaSirayeli aqhubeka encwina ngenxa yokukhotyokiswa kwawo, yaye ekhala ebuhlungu. UThixo wokwenene wakuva ukukhalela kwawo uncedo ngenxa yokukhotyokiswa kwawo.+