Eksodus 3:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Emva koko wabona ingelosi kaYehova ikwidangatye lomlilo kwityholo elinameva.+ Esajonge leyo, waqaphela ukuba ityholo elinameva liyavutha kodwa alide litshe liphele.
2 Emva koko wabona ingelosi kaYehova ikwidangatye lomlilo kwityholo elinameva.+ Esajonge leyo, waqaphela ukuba ityholo elinameva liyavutha kodwa alide litshe liphele.