Eksodus 3:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ngoku ke jonga! Isikhalo sabantu bakaSirayeli sifikile kum, kwaye ndiyibonile nendlela abacinezelwa kabuhlungu ngayo ngamaYiputa.+
9 Ngoku ke jonga! Isikhalo sabantu bakaSirayeli sifikile kum, kwaye ndiyibonile nendlela abacinezelwa kabuhlungu ngayo ngamaYiputa.+