Eksodus 4:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Emva koko uThixo wathi: “Ngale ndlela baza kukholelwa ukuba uYehova uThixo wookhokho babo, uThixo ka-Abraham, uThixo kaIsake noThixo kaYakobi,+ ubonakele kuwe.”+
5 Emva koko uThixo wathi: “Ngale ndlela baza kukholelwa ukuba uYehova uThixo wookhokho babo, uThixo ka-Abraham, uThixo kaIsake noThixo kaYakobi,+ ubonakele kuwe.”+