Eksodus 4:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 UYehova wacaphuka kakhulu waza wathi: “Unjani ke umntakwenu uAron,+ umLevi? Ndiyamazi uliciko. Ngoku usendleleni eza kuwe. Uza kuthi xa ekubona, avuye.+
14 UYehova wacaphuka kakhulu waza wathi: “Unjani ke umntakwenu uAron,+ umLevi? Ndiyamazi uliciko. Ngoku usendleleni eza kuwe. Uza kuthi xa ekubona, avuye.+