Eksodus 4:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 UYehova wathi kuMoses: “Wakubuyela eYiputa, qiniseka ukuba wenza yonke imimangaliso endikwenze wanamandla okuyenza phambi koFaro.+ Kodwa ndiza kuyivumela intliziyo yakhe ibe lukhuni+ yaye akazukubakhulula abantu.+
21 UYehova wathi kuMoses: “Wakubuyela eYiputa, qiniseka ukuba wenza yonke imimangaliso endikwenze wanamandla okuyenza phambi koFaro.+ Kodwa ndiza kuyivumela intliziyo yakhe ibe lukhuni+ yaye akazukubakhulula abantu.+