Eksodus 5:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Bona bathi: “UThixo wamaHebhere uye wathetha nathi. Sicela usiyeke sihambe uhambo lweentsuku ezintathu siye entlango ukuze sibingelele kuYehova uThixo wethu,+ ukuba asiyenzi loo nto, uza kusibetha ngesifo okanye ngekrele.”
3 Bona bathi: “UThixo wamaHebhere uye wathetha nathi. Sicela usiyeke sihambe uhambo lweentsuku ezintathu siye entlango ukuze sibingelele kuYehova uThixo wethu,+ ukuba asiyenzi loo nto, uza kusibetha ngesifo okanye ngekrele.”