Eksodus 5:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Abethwa namagosa angamaSirayeli awayemiselwe ngabaphathi bakaFaro phezu kwabantu.+ Abuzwa kwathiwa: “Kutheni ningenzanga elaa nani lezitena ebeniqhele ukulenza? Khange liphelele izolo nanamhlanje.”
14 Abethwa namagosa angamaSirayeli awayemiselwe ngabaphathi bakaFaro phezu kwabantu.+ Abuzwa kwathiwa: “Kutheni ningenzanga elaa nani lezitena ebeniqhele ukulenza? Khange liphelele izolo nanamhlanje.”