Eksodus 6:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 UYehova wathi kuMoses: “Ngoku uza kuyibona into endiza kuyenza kuFaro.+ Isandla esinamandla siza kumnyanzela ukuba abayeke bahambe abantu bam, yaye isandla esinamandla siza kumnyanzela ukuba abagxothe kwilizwe lakhe.”+
6 UYehova wathi kuMoses: “Ngoku uza kuyibona into endiza kuyenza kuFaro.+ Isandla esinamandla siza kumnyanzela ukuba abayeke bahambe abantu bam, yaye isandla esinamandla siza kumnyanzela ukuba abagxothe kwilizwe lakhe.”+