Eksodus 6:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Enye into, ndenza isivumelwano nabo sokuba ndiza kubanika ilizwe lakwaKanan, apho bakhe bahlala khona bengabantu basemzini.+
4 Enye into, ndenza isivumelwano nabo sokuba ndiza kubanika ilizwe lakwaKanan, apho bakhe bahlala khona bengabantu basemzini.+