Eksodus 6:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 UMoses wathi kuYehova: “AmaSirayeli khange andimamele,+ uza kundimamela njani ke yena uFaro, ekubeni ndingakwazi ukuthetha kakuhle?”+
12 UMoses wathi kuYehova: “AmaSirayeli khange andimamele,+ uza kundimamela njani ke yena uFaro, ekubeni ndingakwazi ukuthetha kakuhle?”+