-
Eksodus 7:19IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
19 UYehova wathi kuMoses: “Yithi kuAron, ‘Thatha intonga yakho uze wolule isandla sakho phezu kwamanzi aseYiputa,+ phezu kwemilambo yayo, phezu kwemijelo yayo,* phezu kwemigxobhozo+ yayo naphezu kwabo bonke oovimba bamanzi ayo, ukuze abe ligazi.’ Kuza kuba zizantyalantyala zegazi kwilizwe lonke laseYiputa. Kuza kuba ligazi nje kwimiphanda yomthi nakwimiphanda yamatye.”
-