Eksodus 7:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Nabo ke ababingeleli baseYiputa abenza imilingo, benza kwainto efanayo ngemilingo yabo,+ yaza intliziyo kaFaro yaqhubeka ilukhuni, akabamamela kanye njengokuba wayetshilo uYehova.+ Eksodus ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 7:22 IMboniselo,3/15/2004, iphe. 25
22 Nabo ke ababingeleli baseYiputa abenza imilingo, benza kwainto efanayo ngemilingo yabo,+ yaza intliziyo kaFaro yaqhubeka ilukhuni, akabamamela kanye njengokuba wayetshilo uYehova.+