Eksodus 8:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Emva koko uFaro wabiza uMoses noAron waza wathi: “Cengani uYehova ukuba awasuse la masele kum nakubantu bam,+ kuba ndifuna ukubakhulula bahambe abantu bayokubingelela kuYehova.”
8 Emva koko uFaro wabiza uMoses noAron waza wathi: “Cengani uYehova ukuba awasuse la masele kum nakubantu bam,+ kuba ndifuna ukubakhulula bahambe abantu bayokubingelela kuYehova.”