Eksodus 8:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Ababingeleli abenza imilingo bazama ukulinganisa, befuna ukwenza kuvele iimbuzane ngemilingo yabo,+ kodwa abakwazi tu. Zona iimbuzane zonda ngabantu nezilwanyana.
18 Ababingeleli abenza imilingo bazama ukulinganisa, befuna ukwenza kuvele iimbuzane ngemilingo yabo,+ kodwa abakwazi tu. Zona iimbuzane zonda ngabantu nezilwanyana.