Eksodus 8:29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 Wathi uMoses: “Ngoku ndiyemka kuwe, ndiza kumcenga uYehova, yaye ziza kumka ngomso izibawu kuFaro, kwizicaka zakhe nakubantu bakhe. Kodwa uFaro makangadlali ngathi, ngokumane engafuni ukukhulula abantu bahambe bayokubingelela kuYehova.”+
29 Wathi uMoses: “Ngoku ndiyemka kuwe, ndiza kumcenga uYehova, yaye ziza kumka ngomso izibawu kuFaro, kwizicaka zakhe nakubantu bakhe. Kodwa uFaro makangadlali ngathi, ngokumane engafuni ukukhulula abantu bahambe bayokubingelela kuYehova.”+