Eksodus 9:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Kuba ngoku ndithumela zonke izibetho zam entliziyweni yakho, kwizicaka zakho nakubantu bakho, ukuze wazi ukuba akukho namnye unjengam kuwo wonke umhlaba.+
14 Kuba ngoku ndithumela zonke izibetho zam entliziyweni yakho, kwizicaka zakho nakubantu bakho, ukuze wazi ukuba akukho namnye unjengam kuwo wonke umhlaba.+