Eksodus 9:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Ngoku uYehova wathi kuMoses: “Yolulela isandla sakho emazulwini, ukuze isichotho sinethe kulo lonke ilizwe laseYiputa,+ ebantwini, kwizilwanyana nakubo bonke utyani obusendle kwilizwe laseYiputa.”+
22 Ngoku uYehova wathi kuMoses: “Yolulela isandla sakho emazulwini, ukuze isichotho sinethe kulo lonke ilizwe laseYiputa,+ ebantwini, kwizilwanyana nakubo bonke utyani obusendle kwilizwe laseYiputa.”+