Eksodus 9:29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 UMoses wathi kuye: “Ukuphuma nje kwam kwesi sixeko, ndiza kuzolulela phambi kukaYehova izandla zam. Kuza kuyeka ukududuma nesichotho siza kuyeka ukuna, ukuze wazi ukuba umhlaba lo ngokaYehova.+
29 UMoses wathi kuye: “Ukuphuma nje kwam kwesi sixeko, ndiza kuzolulela phambi kukaYehova izandla zam. Kuza kuyeka ukududuma nesichotho siza kuyeka ukuna, ukuze wazi ukuba umhlaba lo ngokaYehova.+