Eksodus 10:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 nokuze wena ukwazi ukubalisela oonyana bakho, noonyana boonyana bakho indlela eqatha endenze ngayo kumaYiputa, nemimangaliso endiyenze phakathi kwawo.+ Ngokuqinisekileyo niza kundazi ukuba ndinguYehova.”
2 nokuze wena ukwazi ukubalisela oonyana bakho, noonyana boonyana bakho indlela eqatha endenze ngayo kumaYiputa, nemimangaliso endiyenze phakathi kwawo.+ Ngokuqinisekileyo niza kundazi ukuba ndinguYehova.”