-
Eksodus 10:8IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
8 Ngoko uMoses noAron babuyiselwa kuFaro, waza wathi kubo: “Hambani niyokukhonza uYehova uThixo wenu. Kodwa ngoobani kanye kanye abaza kuhamba?”
-