Eksodus 10:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Abazange bakwazi ukubonana, kangangokuba akukho mntu waya ndawo iintsuku ezintathu, kodwa kwakukhanya kwiindawo awayehlala kuzo amaSirayeli.+
23 Abazange bakwazi ukubonana, kangangokuba akukho mntu waya ndawo iintsuku ezintathu, kodwa kwakukhanya kwiindawo awayehlala kuzo amaSirayeli.+