Eksodus 10:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Kodwa wathi uMoses: “Umele usinike* imibingelelo, neminikelo etshiswayo ukuze sinikele ngayo kuYehova uThixo wethu.+
25 Kodwa wathi uMoses: “Umele usinike* imibingelelo, neminikelo etshiswayo ukuze sinikele ngayo kuYehova uThixo wethu.+