Eksodus 11:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Kodwa akukho nenja le eza kuwakhonkotha amaSirayeli nemfuyo yawo, ukuze nazi ukuba uYehova uyakwazi ukwahlula phakathi kwamaYiputa namaSirayeli.’+
7 Kodwa akukho nenja le eza kuwakhonkotha amaSirayeli nemfuyo yawo, ukuze nazi ukuba uYehova uyakwazi ukwahlula phakathi kwamaYiputa namaSirayeli.’+